Brakfesi Eyondlayo Ekuseni (BEE) show offers its listeners a sense of belonging and keeps them rooted to their culture within a modern context, fusing latest news flashes, traffic updates, weather updates, weird worldwide news, quizzes and competitions. The show is designed to be fast-paced, informative, provocative and has upbeat music to start your day on a positive note. This show which is closing on 2 million listeners, recently won 2014 MTN Best Breakfast Show of the year PBS.
Asanda Magaqa
Sidl'imbadu noAsanda Magaqa
18-3-2024 • 31 minuten, 25 seconden
Chicco Twala
Sidl'imbadu noChicco Twala
12-3-2024 • 38 minuten, 4 seconden
Unathi Platyi
Sidl'imbadu noUnathi Platyi
9-2-2024 • 14 minuten, 20 seconden
Dumisani Mbebe
Sidl'imbadu noDumisani Mbebe.
5-2-2024 • 17 minuten, 39 seconden
Guffy
Sidl'imbadu noGuffy
26-1-2024 • 16 minuten, 12 seconden
Dr Tshongolo
Silungisa ulwimi
22-1-2024 • 7 minuten, 18 seconden
Andile Gaelisiwe
Sidl'imbadu noAndile ngobomii bakhe, ukusebenza kuKhumbul'ekhaya nangoku bhala incwadi yakhe.
22-1-2024 • 20 minuten, 5 seconden
BEE
Imihlinzo
22-1-2024 • 9 minuten, 20 seconden
BEE
Imihlinzo
19-1-2024 • 4 minuten, 37 seconden
BEE
Imihlinzo
19-1-2024 • 8 minuten, 2 seconden
BEE
Imihlinzo
15-11-2023 • 3 minuten, 55 seconden
Dr. Nkosikhulule Nyembezi
The Statistician-General, Risenga Maluleke, will hand over the Census 2022 report to His Excellency, President Cyril Ramaphosa, in Pretoria, and announce the results of the population and housing count to the country.
Noxa kunjalo, basekho abantu abathi khange balifumane ithuba lokundwendwelwa ngabasebenzi be-Census emakhayeni wabo, khon’ukuze nabo babalwe.
Ukuncokola ngokubileyo ngendlela esebenza ngayo i-Census, imingeni ejamelene nayo, kunye nokuphosaka kokubalwa kwabanye abantu, masamkele emnxebeni ingcali yethu kwimiba yolonyulo, u-Gqirha Nkosikhulule Nyembezi…
Ziya zisanda iziganeko zokubhubha kwabantu ngenxa yesifo somhlaza (cancer). Oku kukhutshwe kwingxelo ye-National Cancer Registry of the Department of Health, kunye ne-Stats SA, echaza unobangela wokubhubha kwabantu.
Le ngxelo ichaza ngenani labantu abafunyenwe sisifo somhlaza, kunye nenani labo babhubhe ngenxa yayo. Olu phando, lufumanise ukuba abantu abantsundu ngabona banenani eliphezulu, kubantu abasweleke ngenxa yesifo somhlaza.
Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Zanele Mfile ophuma e-Childhood Cancer Foundation (CHOC)
31-5-2023 • 14 minuten, 58 seconden
Nqabayomzi Kwankwa
Nqabayomzi Lawrence Saziso Kwankwa is a South African politician from the Eastern Cape. He has been serving as a Member of the National Assembly of South Africa for the United Democratic Movement.
14-4-2023 • 21 minuten
Imihlinzo no Khanyisa Bunu
9-4-2023 • 6 minuten, 12 seconden
Imihlinzo
7-4-2023 • 5 minuten, 19 seconden
Imihlinzo
7-4-2023 • 4 minuten, 5 seconden
Imihlinzo
7-4-2023 • 5 minuten, 13 seconden
Imihlinzo
7-4-2023 • 4 minuten
Imihlinzo
7-4-2023 • 7 minuten, 11 seconden
Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi
Udliwano-ndlebe no Chippa Mpengesi
5-4-2023 • 5 minuten, 50 seconden
Isiqendu 01
4-4-2023 • 11 minuten, 26 seconden
Imihlinzo
Imihlinzo
31-3-2023 • 5 minuten, 21 seconden
Imihlinzo
Imihlinzo
24-3-2023 • 5 minuten, 56 seconden
Imihlinzo
Imihlinzo
24-3-2023 • 6 minuten, 13 seconden
Imihlinzo
Imihlinzo
24-3-2023 • 6 minuten, 35 seconden
Imihlinzo
Imihlinzo
24-3-2023 • 4 minuten, 30 seconden
Siyambonga Mdubeki
21st March – Human Rights Day
The rights of the people living with mental illness
Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Siyambonga Mdubeki, nongumbhali womdlalo othi, “Isililo”, noqulathe intlekele eyehla e-Life Esidimeni, ngethuba kubhubha izigulane eziphazamiseke ngokwasengqondweni…
22-3-2023 • 9 minuten, 31 seconden
Dr. Xolisa Tshongolo
Ugqirha Tshongolo ucacisa amagama esiXhosa.
9-3-2023 • 13 minuten, 52 seconden
Udliwano ndlebe Mla Tengimfene
Zolani Tete's manager, Mla Tengimfene
9-2-2023 • 6 minuten, 25 seconden
NSFAS Operations Manager, Mnu. Khaya Ndima
Sincokola ngemingeni ejamelane nabafundi nabazali babo, kwizicelo zabo zenkxaso-mali yokufunda karhulumente, i-NSFAS.
Kuthiwe kumfundi s/he doesn’t qualify because you’re not poor enough to qualify for the scheme, but at the same time you ’re not reach. Abe yena umfundi nomzali wakhe beyisokola ngokwenene imali yokufunda.
Kubalulekile ukuhlala phantsi nabantwana okanye nomntwana, nincokole malunga nezigqibo (decisions) enicinga ukuzithatha ningabazali, ngekamva losapho lwenu, okanye ngezicwangciso (plans) enicinga ukuzithatha ningabazali ngosapho lwenu. Kodwa kubanzima ngamanye amaxesha ukuncokola nabantwana malunga nemiba ethile yosapho, such as plans to divorce as parents; such as moving on with your life after divorce; such as telling the child omkhulisileyo eselusana ukuba you’re not the biological mother/father.
Ukuncokola ngokunabileyo malunga nexesha elifanelekileyo (suitable age yomntwana) yokuxoxa nomntwana malunga nemiba ethile yosapho, masamkele emnxebeni our Psychologist, u-Ziyanda Mavumengwana…